KAYOHANE I 4:7-8
KAYOHANE I 4:7-8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Zintanda, masithandane; ngokuba uthando lwaphuma kuThixo. Bonke abanothando bazelwe nguThixo, bayamazi uThixo. Lowo ungenaluthando akazanga amazi uThixo, ngokuba uThixo uluthando.

KAYOHANE I 4:7-8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Zihlobo zam ezithandekayo, masithandane; kuba kaloku uthando luvela kuThixo. Nawuphi na umntu onalo uthando uzelwe nguThixo, futhi uyamazi uThixo. Kodwa yena ongenalo uthando akamazi uThixo, kuba uThixo uluthando.
KAYOHANE I 4:7-8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Zintanda, masithandane; ngokuba uthando lwaphuma kuThixo; Bonke abanothando bazelwe nguThixo, bayamazi uThixo. Lowo ungenaluthando akazanga amazi uThixo; ngokuba uThixo uluthando.