KAYOHANE I 4:20
KAYOHANE I 4:20 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Xeshekweni umntu atshoyo ukuti: Ndiyamtanda UTIXO, kanti utiya umzalwana wake, ulixoki; ngokuba lowo ungamtandiyo umzalwana wake ambonileyo, angati nina ukumtanda UTIXO angambonileyo?
Yabelana
Funda KAYOHANE I 4KAYOHANE I 4:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba umntu uthe, Ndiyamthanda uThixo, wamthiya umzalwana wakhe, ulixoki; kuba lowo ungamthandiyo umzalwana wakhe ambonileyo, angáthini na ukumthanda uThixo angambonanga?
Yabelana
Funda KAYOHANE I 4KAYOHANE I 4:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umntu othi uyamthanda uThixo kodwa abe emthiyile uwabo, ulixoki. Kaloku ukuba akamthandi uwabo lo ambonayo, akanako ukumthanda uThixo angamboniyo.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 4