uBhohazi wamzeka uRute waba ngumfazi; Uthe ke ekungeneni kwakhe kuye, uYehova wamthabatha, wazala unyana. Bathi abafazi kuNahomi, Makabongwe uYehova ongakuyekelanga ukuba uswele umntakwabo namhla, ogama lakhe laduma kwaSirayeli. Yena uya kubuxhasa ubomi bakho, akugcine ebudaleni bakho, kuba ezelwe ngumolokazana wakho okuthandayo, lowo ulunge ngakumbi kuwe kunoonyana abasixhenxe.
Funda uRute 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uRute 4:13-15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo