KwabaseRoma 16:17

KwabaseRoma 16:17 CXB24

Ke kaloku ndiyaniyala, bazalwana, balumkeleni abo benza iimbambaniso nezikhubekiso, ezinxamnye nemfundiso enayifundayo nina, kwaye uziphephe.