KWABASEROMA 16:17
KWABASEROMA 16:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku ndiyaniyala, bazalwana, balumkeleni abo benza iimbambaniso nezikhubekiso, ezinxamnye nemfundiso enayifundayo nina, niphambuke kubo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 16KWABASEROMA 16:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku, mawethu, ndiyaniyala: balumkeleni abaxabanisayo nabakhubekisayo, besenza okuchaseneyo nemfundiso enayifundiswayo nina. Zikhwebuleni kubo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 16