Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Iindumiso 92:12-15

Iindumiso 92:12-15 CXB24

Ilungisa liya kuphumelela njengomthi wesundu, njengomsedare waseLebhanon. Abo batyalwe endlwini kaYehova baya kuphumelela ezintendelezweni zoThixo wethu. Baya kuqhubeka bethwala isiqhamo ebudaleni; baya kutyeba, bophe; Ukuze abonise ukuba ulilungisa uYehova: Uliwa lam, akukho bubi kuye.