Iindumiso 49:16-17

Iindumiso 49:16-17 CXB24

Musani ukoyika ukuba umntu uthe waba sisityebi, yande indlu yakhe; Kuba xa ithe yafa, ayisayi kuthabatha nto; abuyi kuhla emva kwakhe uzuko lwakhe.