IINDUMISO 49:16-17
IINDUMISO 49:16-17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Musa ukoyika, yakuba sisityebi indoda, Bakwànda ubuqaqawuli bendlu yayo: Ngokuba ekufeni kwayo ayiyi kuthabatha nento, Aluyi kuhla emva kwayo uzuko lwayo.
Share
Funda IINDUMISO 49IINDUMISO 49:16-17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Sukuxhala wakubona umntu ehluma, wakubona ubutyebi bakhe bukhula. Akanakuhamba nabo xa afayo; ubutyebi buya kusala ngasemva.
Share
Funda IINDUMISO 49