Kumongameli. Umhobe kaDavide. Thixo wam, Thixo wam, undishiye ngani na? Yini na ukuba ude ungandincedi, uthethe ngokubhonga kwam? Thixo wam, ndibiza imini, ungeva; ebusuku, andiphumli. Ke nina ningcwele, nina nimiyo emideni yakwaSirayeli; Oobawo bakholosa ngawe, bakholosa ngawe, wabasindisa; Babiza kuwe, basindiswa; bakholose ngawe, àbadana.
Funda Iindumiso 22
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 22:1-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo