Iindumiso 119:9-11

Iindumiso 119:9-11 CXB24

BETH. Lo mfana uya kuyicoca ngantoni indlela yakhe? Ngokuyinikela ingqalelo kuyo ngokwelizwi lakho. Ndiya kuquqela kuwe ngentliziyo yam yonke; musa ukundilahla emithethweni yakho. Ndiligcine ilizwi lakho entliziyweni yam, ukuze ndingoni kuwe.