Ndikhumbule, Yehova, ngenxa yokulunga kwakho okwenzela abantu bakho; ndivelele ngosindiso lwakho; Ukuze ndibone inyhweba yabanyulwa bakho, Ndivuye ekuvuyeleleni kwabantu bakho, Ndiqhayise ngelifa lakho.
Funda Iindumiso 106
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 106:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo