IINDUMISO 106:4-5
IINDUMISO 106:4-5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndíkhumbule, Yehova, ekwenzeni kwakho isisa kubantu bakho; Ndíyelele ngosindiso lwakho, Ukuze ndibone inyhweba yabanyulwa bakho, Ndivuye ekuvuyeni kohlanga lwakho, Ndiqhayise kunye nelifa lakho.
Yabelana
Funda IINDUMISO 106IINDUMISO 106:4-5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uzundikhumbule, Ndikhoyo, xa ubonelel' abantu bakho; ungandishiyi, Ndikhoyo, xa ubahlangulayo. Nam maze ndiyibon' inkqubela yabanyulwa bakho, ndize ndivuye kunye nabantu bakho, ndilixhamle ibhongo neqhayiya labantu bakho.
Yabelana
Funda IINDUMISO 106