Uzundikhumbule, Ndikhoyo, xa ubonelel' abantu bakho; ungandishiyi, Ndikhoyo, xa ubahlangulayo. Nam maze ndiyibon' inkqubela yabanyulwa bakho, ndize ndivuye kunye nabantu bakho, ndilixhamle ibhongo neqhayiya labantu bakho.
Funda IINDUMISO 106
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 106:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo