uMateyu 6:14-15

uMateyu 6:14-15 CXB24

Kuba xa nithi nibaxolele abantu izigqitho zabo, uYihlo osemazulwini wonixolela nani. Ukuba anibaxoleli abantu izigqitho zabo, noYihlo ke akayi kunixolela iziphoso zenu.