UMATEYU 6:14-15
UMATEYU 6:14-15 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba xa nithi nibaxolele abantu izigqitho zabo, uYihlo osemazulwini wonixolela nani. Ukuba anibaxoleli abantu izigqitho zabo, noYihlo ke akayi kunixolela iziphoso zenu.
UMATEYU 6:14-15 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Kaloku xa nibaxolela abantu izigqitho zabo, uYihlo osezulwini wonixolela nani. Xa ningabaxoleli abantu izigqitho zabo, noYihlo akayi kunixolela iziphoso zenu.”
UMATEYU 6:14-15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba xa nithi nibaxolele abantu iziphoso zabo, uYihlo osemazulwini wonixolela nani. Xa nithi ningabaxoleli abantu iziphoso zabo, noYihlo ke akayi kunixolela iziphoso zenu.