uMateyu 11:28-30

uMateyu 11:28-30 CXB24

Yizani kum nonke nina nibulalekayo, nisindwayo ngumthwalo, ndoninika ukuphumla. Thabathani idyokhwe yam niyithwale, nifunde kum; ngokuba ndinobulali, ndithobekile ngentliziyo; noyifumanela ukuphumla imiphefumlo yenu. Kuba idyokhwe yam imnandi, nomthwalo wam ulula.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uMateyu 11:28-30