UMATEWU 11:28-30

UMATEWU 11:28-30 XHO96

“Yizani kum, nina nonke nisindwayo, nibulalekayo; ndoniphumza. Ngenani edyokhweni yam, nifunde kum, kuba mna ndilulamile, ndingontliziyo ithobekileyo. Nothi ke nizifumanele ukuphumla iintliziyo zenu, kuba idyokhwe yam ayityabuli, nomthwalo wam ulula.”

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UMATEWU 11:28-30