Ilanga nenyanga ziya kuba mnyama, neenkwenkwezi zibe mnyama ekuqaqambeni kwazo; uYehova uya kubharhula eZiyon, akhuphe ilizwi lakhe eYerusalem; amazulu nomhlaba ngokuqinisekileyo uya kunyikima, yaye uYehova uya kuba lithemba labantu bakhe namandla oonyana bakaSirayeli.
Funda uYoweli 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uYoweli 3:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo