Kuba nabani na oya kuwugcina umthetho uphela, aze aphule umthetho omnye, unetyala layo yonke. Kuba lowo wathi, Musa ukukrexeza, ubuye wathi, Musa ukubulala. Ke, ukuba akukrexezi, kodwa ubulala, usewuthe waba ngumgqithi-mthetho. Yithini ukuthetha, yithini ukwenza, nenze njengabaza kugwetywa ngomthetho wenkululeko. Kuba umgwebo awuyi kuba natarhu kulowo ungenzanga nceba; yaye inceba iyawuqhayisela umgwebo.
Funda EkaJakobi 2
Share
Compare All Versions: EkaJakobi 2:10-13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos