Wasondela uAbraham, wathi, Ungatshabalalisa na olilungisa nongendawo? Mhlawumbi kukho amashumi amahlanu amalungisa phakathi komzi; Niya kuyitshabalalisa na ke loo ndawo, ningawacongi amalungisa amashumi mahlanu akuyo?
Funda iGenesis 18
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 18:23-24
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo