IGENESIS 18:23-24
IGENESIS 18:23-24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wasondela uAbraham, wathi, Ungáde ubhebhethe olilungisa kunye nongendawo yini na? Hi, kwakho amashumi amahlanu amalungisa phakathi komzi; ungáde uyibhebhethe, ungayixoleli, loo ndawo yini na, ngenxa yamalungisa amashumi mahlanu akuyo?
IGENESIS 18:23-24 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uthe uAbraham kuNdikhoyo: “Ngaba ngenene, *Mhlekazi, uza kutshabalalisa amalungisa ndawonye nezibhoja? Ukuba kukho amashumi amahlanu amalungisa, ngaba ungasibhangisa eso sixeko? Akungesisindisi ngenxa yamashumi amahlanu lawo?
IGENESIS 18:23-24 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wasondela uAbraham, wathi, Ungatshabalalisa na olilungisa nongendawo? Mhlawumbi kukho amashumi amahlanu amalungisa phakathi komzi; Niya kuyitshabalalisa na ke loo ndawo, ningawacongi amalungisa amashumi mahlanu akuyo?
IGENESIS 18:23-24 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waye u‐Abrahame wasondela, wati: Kanene uya kububisa abalungileyo kunye nabakohlakeleyo na? Kungabako umhlaumbi amashumi mahlanu abalungileyo pakati kwesixeko; wobubisa na, ungayeki indawo ngenxa yabamashumi mahlanu abalungileyo abakuso?