Wathi uAbram kukumkani waseSodom, Isandla sam ndisiphakamisele kuYehova uThixo Osenyangweni, uYehova wamazulu nehlabathi; ukuba andiyi kuthabatha nawuphi na umsonto ukuya esithendeni sembadada, yaye andiyi kuthabatha nantoni na eyeyakho, ongazange uthi, ‘Ndimdle ilifa uAbram.
Funda iGenesis 14
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 14:22-23
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo