Ubuqaqawuli bukaThixo kaSirayeli benyuka busuka kwiikherubhi eziphezu kwayo baya emnyango wendlu. Wabiza indoda eyambethe ilinen emhlophe, enophondo lombhali ecaleni layo; Wathi uYehova kuyo, Yiya esazulwini somzi, esazulwini seYerusalem, ubeke uphawu emabunzini abantu abancwinayo, abakhalayo ngenxa yamasikizi onke awenzekayo phakathi kwayo.
Funda uHezekile 9
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uHezekile 9:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo