Ndikuvile ukukrokra koonyana bakaSirayeli. Uthethe kubo uthi, Lakutshona ilanga nodla inyama, ngomso nodla isonka; nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu.
Funda iEksodus 16
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iEksodus 16:12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo