IEKSODUS 16:12
IEKSODUS 16:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndikuvile ukukrokra koonyana bakaSirayeli. Thetha nabo uthi, Lakutshona ilanga nodla inyama, kusasa nohlutha sisonka; nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu.
Yabelana
Funda IEKSODUS 16IEKSODUS 16:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Xelela amaSirayeli ukuba ndizivile izikhalazo zawo; ngoko ke ngokuhlwa ndiya kuwanika inyama atye, ndize ngentsasa elandelayo ndiwaphe intaphane yesonka, khon' ukuze andiqonde ukuba ndinguNdikhoyo uThixo wawo.”
Yabelana
Funda IEKSODUS 16