Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova? Ngubani na onjengawe, wena ubengezela ubungcwele, Woyikekayo ngezibongo, wenzayo ngokubalulekileyo?
Funda iEksodus 15
Share
Compare All Versions: iEksodus 15:11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos