IEKSODUS 15:11
IEKSODUS 15:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova? Ngubani na onjengawe, wena uvethe ubungcwele, Woyikekayo ezindumisweni, wenzayo ngokubalulekileyo?
Yabelana
Funda IEKSODUS 15IEKSODUS 15:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Kodw' angavela ph' onjengawe, Ndikhoyo, obalasele kangaka ngobunyulu, omiqondiso ikhamnqisa kangaka, ozenzo zimangalisa ngokuncamisayo?
Yabelana
Funda IEKSODUS 15