Kwabase-Efese 4:14-15

Kwabase-Efese 4:14-15 CXB24

ukuze singabi saba ziintsana, silatyuzwa, siphetshethwa ngumoya wonke wemfundiso, ngokukhohlisa kwabantu, ngobuqhetseba bobuqhinga; Ke sithetha inyaniso ngothando, sikhule ngeendawo zonke kuye, lo uyintloko, uKristu

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Kwabase-Efese 4:14-15