Okuphuma emlonyeni wakho, kugcine, ukwenze; ewe, ube lidini lokuqhutywa yintliziyo, njengoko wamfungelayo uYehova uThixo wakho, owenze ngomlomo wakho.
Funda iDuteronomi 23
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iDuteronomi 23:23
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo