IDUTERONOMI 23:23
IDUTERONOMI 23:23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Okuphume emlonyeni wakho kugcine, ukwenze; njengoko ubhambathise ngako kuYehova uThixo wakho ngokuqhutywa yintliziyo, wakuthetha ngomlomo wakho.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 23IDUTERONOMI 23:23 IBHAYIBHILE (XHO96)
kambe ke, xa usenzile, qiniseka ngokusifezekisa. Kaloku usenze ungàqhutywa mntu.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 23