Ngokuba ukusikelele uYehova uThixo wakho emsebenzini wonke wezandla zakho; Uyayazi indlela yakho kule ntlango inkulu; kuba le minyaka imashumi mane uYehova uThixo wakho unani; akufuni nto.
Funda iDuteronomi 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iDuteronomi 2:7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo