Uze udle isahlulo seshumi sengqolowa yakho, nesewayini yakho entsha, neseoli yakho, nesamazibulo eenkomo zakho, nawempahla yakho emfutshane, phambi koYehova uThixo wakho, kuloo ndawo aya kuyinyulela ukulibeka kuyo igama lakhe; ukuze ufunde ukumoyika uYehova uThixo wakho ngamaxesha onke.
Funda iDuteronomi 14
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iDuteronomi 14:23
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo