Uthe ke uMoya kuFilipu, Yiya ukhwele kule nqwelo. Wabaleka ke uFilipu, waya kuyo, wayiva ilesa incwadi yomprofeti uIsaya, wathi, Uyaziqonda na kodwa izinto ozilesayo? Ithe ke yona, Ndingaba nako ngani na, kungekho undikhokelayo nje? Kanjalo yamcela uFilipu ukuba akhwele ahlale nayo.
Funda iZenzo 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iZenzo 8:29-31
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo