iZenzo 7:34

iZenzo 7:34 CXB24

Ndikubonile ndakubona ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa, ndakuva nokuncwina kwabo, ndihlile, ukuze ndibahlangule. Yiza ngoku, ndikuthume eYiputa.