Wabuza uDavide kuYehova, esithi, Ndihambe ndiye na kumaFilisti? Ngaba uya kuwanikela esandleni sam? Wathi uYehova kuDavide, Yima, ngokuba ndiya kuwanikela okunene amaFilisti esandleni sakho.
Funda uSamuweli 2 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uSamuweli 2 5:19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo