Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

USAMUWELI II 5:19

USAMUWELI II 5:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wabuza uDavide kuYehova, wathi, Ndinyùke na, ndiye kumaFilisti? Wòwanikela na esandleni sam? Wathi uYehova kuDavide, Nyuka; ngokuba ndiwanikele mpela amaFilisti esandleni sakho.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 5

USAMUWELI II 5:19 IBHAYIBHILE (XHO96)

waza uDavide wabuzisa *kuNdikhoyo wathi: “Kufuneka ndiwahlasele na amaFilistiya? Ngaba uza kuwanikela esandleni sam na?” UNdikhoyo wathi kuDavide: “Ewe, wahlasele; inene, ndowanikela esandleni sakho amaFilistiya.”

Yabelana
Funda USAMUWELI II 5

USAMUWELI II 5:19 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wabuza uDavide kuYehova, esithi, Ndihambe ndiye na kumaFilisti? Ngaba uya kuwanikela esandleni sam? Wathi uYehova kuDavide, Yima, ngokuba ndiya kuwanikela okunene amaFilisti esandleni sakho.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 5

USAMUWELI II 5:19 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waza u‐Davide wabuza KUYEHOVA, esiti: Ndiya kunyuka na ngakuwo ama‐Filistiya? wowanikela esandleni sam na? Wayesiti UYEHOVA ku‐Davide: Nyuka; ngokuba ngenyaniso ndiya kunikela ama‐Filistiya esandleni sako.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo