Kwahlwa, wesuka uDavide esingqengqelweni sakhe, wahambahamba phezu kwendlu yokumkani; yaye loo mfazi wayemhle kunene ngembonakalo. Wathumela uDavide ukuba aye kubuza kuloo ntokazi. Wathi omnye, Asinguye na uBhatshebha, intombi kaEliyam, umkaUriya umHeti?
Funda uSamuweli 2 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uSamuweli 2 11:2-3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo