oOKumkani 2 2:12
oOKumkani 2 2:12 CXB24
uElisha wakubona oko, wadanduluka, wathi, Bawo, bawo, nqwelo yokulwa yakwaSirayeli nabakhwele kuyo! Akaba sambona, wazithabatha iingubo zakhe, wazikrazula ngencakuba.