Makubulelwe ke kuThixo, ohlala esiphuphuma uqhayiso ngoKristu, elibonakalalisa ngathi ivumba lokwaziwa kwakhe ezindaweni zonke. Kuba kuye uThixo silivumba elimnandi likaKristu, phakathi kwabasindiswayo naphakathi kwabatshabalalayo.
Funda KwabaseKorinte 2 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KwabaseKorinte 2 2:14-15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo