Kwathi ke xa abaxilongo neemvumi baba nye, bavakalisa ngazwi-nye, bedumisa, bedumisa uYehova; Bathe bakuphakamisa ilizwi ngamaxilongo, nangamacangci, nangeempahla zabo, bamdumisa uYehova, besithi, Elungile, ewe; ngokuba ingunaphakade inceba yakhe, ekuzalisweni lilifu indlu kaYehova; Ababingeleli ababa nakuma balungiselele ngenxa yelifu, ngokuba ubuqaqawuli bukaYehova bayizalisa indlu kaThixo.
Funda IziKronike 2 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IziKronike 2 5:13-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo