Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

uSamuweli 1 21:12-13

uSamuweli 1 21:12-13 CXB24

uDavide wawabeka la mazwi entliziyweni yakhe, wamoyika kunene uAkishe ukumkani waseGati. Waziguqula iindlela zakhe phambi kwabo, wazenza isidenge esandleni sabo, wazonwaya iingcango zesango, wawatshicela ezindevini zakhe.