KaPetros 1 5:5-6

KaPetros 1 5:5-6 CXB24

Ngokunjalo, nina batsha, wathobeleni amadoda amakhulu. Yambathani ukuthobeka kwentliziyo nonke; kuba uThixo uyabachasa abanekratshi, abababale abazithobileyo. Zithobeni ngoko phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elifanelekileyo