Owathi ngokwakhe, izono zethu wazithwala ngomzimba wakhe emthini, ukuze sithi, sifile ngakwizono, siphilele ebulungiseni; Kuba beninjengezimvu zilahlekile; kodwa ngoku nibuyele kuye uMalusi noMveleli wemiphefumlo yenu.
Funda KaPetros 1 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KaPetros 1 2:24-25
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo