oOKumkani 1 8:44-45

oOKumkani 1 8:44-45 CXB24

Xa abantu bakho bathe bazihlasela iintshaba zabo, apho ubathumela khona, bathandaza kuYehova bebhekisa kulo mzi uwunyulileyo, nakule ndlu ndiyakhele igama lakho; Yiva usemazulwini umthandazo wabo nokutarhuzisa kwabo, ubamele esikhundleni sabo.