KwabaseKorinte 1 7:3-4

KwabaseKorinte 1 7:3-4 CXB24

Indoda mayimenzele okumfaneleyo umfazi wayo; enjenjalo ke nomfazi endodeni. Umfazi akanagunya kowakhe umzimba, yindoda enalo; kwangokunjalo ke, nendoda ayinagunya kowayo umzimba, ngumfazi onalo.