Umtshato

Umtshato

Iintsuku ezi 5

Umtshato bubudlelwane obungumceli mngeni kwaye nobunomvuzo, amaxesha amaninzi siyalibala ukuba “Ndiyavuma” sisiqalo kuphela. Ngethamsanqa, IBhayibhile inento eninzi eyithethayo ngomtshato ngokwembono yendoda nomfazi. Izicatshulwa zeSibhalo ezimfutshane oza kudibana nazo suku ngalunye lwesi sicwangciso ziyilelwe ukukunceda ukhule ekuqondeni kwakho ngoyilo lukaThixo lomtshato—kwaye wenze nzulu ubudlelwane bakho neqabane lakho kule nkqubo.

Sibulela ku-Immersion Digital, abenze i-Glo Bible, ukuze basinike esisicwangciso sokufunda ozenzela sona. Ungazenzela esakho isicwangciso nezinye ezinje ngaso usebenzisa i-Glo Bible. Ukuba ufuna ukwazi ngaphezulu, sicela uye ku www.globible.com
Malunga nomPapashi

Izicwangciso eziyeleleneyo