Kwa njalo u‐Bohazi wamzeka u‐Rute, owaba ngumfazi wake: wati akungena kuye, UYEHOVA wamnika ukukaula, wada wazala unyana. Baza abafazi bati ku‐Nahomi: Makabongwe UYEHOVA, ongakuyekanga ungabi namkululi namhla, ukuba igama lake lidunyiswe kwa‐Sirayeli: waeya kuba ngumbuyisi wobomi kuwe, nomfunzeli wobudala bako: ngokuba umolokazana wako, okutandayo, emzele, lowo olungile kuwe ngapezu kwonyana abasixe̔nxe.
Funda U‐Rute 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Rute 4:13-15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo