Isityilo sika‐Johane 22:12-14
Isityilo sika‐Johane 22:12-14 XHO1902A
Bona ke, ndiyeza msinya; nomvuzo wam unam, ukuba ndivuze bonke ngabanye njengokuba umsebenzi wabo uya kuba njalo. Mna ndingu‐Alefa no‐Omega, isiqalo nesipelo, owokuqala nowokugqibela. Banetamsanqa abayenzayo imiyalelo yake, ukuze babe negunya pezu kwawo umti wobomi, baze bati ngamasango aso bangene esixekweni.