Yabona, ndiyeza kamsinya; umvuzo wam unam, ukuba ndivuze elowo njengoko umsebenzi wakhe uya kuba njalo. Mna ndinguAlfa• no-Omega,• isiqalo nesiphelo, owokuqala nowokugqibela. Banoyolo abo bayenzayo imithetho yakhe, ukuze igunya labo libe semthini wobomi, bangene ngamasango kuwo umzi.
Funda ISITYHILELO 22
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: ISITYHILELO 22:12-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo