Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Isityilo sika‐Johane 13:16-17

Isityilo sika‐Johane 13:16-17 XHO1902A

Kanjalo liyabenza ukuba bonke, abancinane nabakulu, nabazityebi nabangamahlwempu, nabakululekileyo namakonza, babekelwe upa̔u pezu kwesandla sabo sokunene, umhlaumbi pezu kwamabunzi abo; nokuba kungabiko mntu ongati atenge umhlaumbi atengele, kupela ngulowo unalo upa̔u olo, umhlaumbi igama ler̔amnco, umhlaumbi inani legama lalo.

I-YouVersion isebenzisa ii cookies ukwenza amava akho abe ngawe. Ngokusebenzisa i-website yethu, uyakwamkela ukusebenzisa kwethu ii cookies njengoko kuchaziwe kuMgaqo-nkqubo wethu